|
Ayadelela Lyrics - Artist : iFani
Madoda masithetheni ngalendaba yalamakhwenkwe (ayadelela)
Lamakhwenkwe alendawo, andifuni kube ndirongo maaaan bcoz ndiyindoda Ndifuna ukuba straight makhwenkwe, bathi ayadelela [Chorus:] Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza) Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza) Ewe kaloku ayadelela Ewe kaloku ayadelela Wangena uMfene, wangena uHlathi Wangena uLisa, uSuthu uJambasi Ngeba ndizibiza ngesduko sikatata qhi nxaki lamjita azange ndamazi (elele elele) Ngena sizukulu sikaMaMthembu Ngabinaxhala nalapha kukokwenu Siyakuthanda utsho ngebatha Utsho ngemali eninzi ububhanxa Ha Ha Ha Haha iye hi hi hi he Ey uyathanda uloqa xa unxilile Hhayi ndilapha kuni zingwenya Ndizonibulela ngondikhusela Ndisemazweni nabantu abakhulu Ndi Instagrama ukutsha okuduru Niyawabona na lamakhwenkwe Ahlisa ibhrukwe engenanyuku (Haybo!!) [Chorus] Amasango, nd'wavulile amasango Nd'wavulile amasango [x2] (hhay hhay bo!) Nd'wavulile aweskolo, nd'wavulile awengqondo, nd'wavulile aweHip Hop Yeka umona Khawuzifundise bhuti ukuncoma I mean it's not like seke wam'bona Ekulendawo nawe umrepha womXhosa Chief You know the deal It doesn't take alot for me to take the lead Ow yes I know you say you do but I know you don't believe I'm going overseas ngesiXhosa sisi Ungandijonga sisi andizongafiki And ndizoba busy taking over sisi Abantu banomona tjini Bandibhora sisi Inqondo ine focus gqithi ingathi iyafota sisi [Chorus] Yangena iGugulethu kwedini Bangena eBhayi naseThekwini Wangena u-L Nini noKhosh kwedini Wangena uMuzi noMusa kwedini AYMANI! |
Other Lyrics
|
Copyright © 2009-2024 |