Lyrics Labs
Ndikhona Lyrics - Artist : Zahara
Zange ndabala ngothando olumnandi
Zange ngathandwa kanjena
Zange ndahlonitshwa kanjena
Ndiziva njengenkosazana

Uba luthando olufunayo ndikhona ndingunoluthando
Uba ufuna unonyamezela ndikhona ndinonyamezelo
Uba ufuna umteteleli ndikhona ndingunontetelelo
Ndibize...

Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Zungayeka ukungikatalela
Ndibize
Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Uthando lwakho luyandiphilisa
Ndibize

Zange ndaziva njengonodoli undiphathise okwenkosazana
Ndithanda indlela ondiphethe ngayo Mkhokheli wami
Undibiza mfula wami
Undibiza langa lakho
Ndibize ndibize

Xa ufuna ixesha ndikhona ndingunoxesha
Xa ufuna ukongiwa ndikhona ndingumongikazi
Xa ufuna ukutuma ndikhona ndisisitunywa
Ndibize...

Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Zungayeka ukungikatalela
Ndibize
Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Ndibize

Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Uthando lwakho luyandiphilisa
Ndibize
Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Ndibize
Ndibize

Copyright © 2009-2024
Privacy policy - DMCA Policy - Contact Us