|
amagingxigingxi, Lyrics - Artist : Amanda Black
Am I really alright or am I just trying too hard
Am I really alright Hai andazi ukuba ndizophelelaphi Hai andazi ukuba ndizophelelaphi Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyazama Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyazama Kodwa hai hai Hai amagingxigingxi Hai amagingxigingxi Ndizothini mina ah yeah ah yeah Hai hai Hai amagingxigingxi Hai amagingxigingxi Ndizothini mina ah yeah ah yeah Gingxi gingxi Gingxi gingxi Thini mina thini mina Gingxi gingxi Gingxi gingxi Gingxi gingxi Thini mina thini mina Gingxi gingxi I've been feeling down mthwalo uyand'sinda Even like iingqondo ziyand'shiya So much pain don't know what I did what I did yeah yeah It's okay atleast I know I still feel Pinch myself awake to see it's real Though I'm down giving up and'kwazi Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyazama Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama Kodwa ndiyazama Kodwa hai hai Hai amagingxigingxi Hai amagingxigingxi Ndizothini mina ah yeah ah yeah Hai hai Hai amagingxigingxi Hai amagingxigingxi Ndizothini mina ah yeah ah yeah Gingxi gingxi Gingxi gingxi Thini mina thini mina Gingxi gingxi Gingxi gingxi Gingxi gingxi Thini mina thini mina Gingxi gingxi |
Other Lyrics
|
Copyright © 2009-2024 |